Matshi 20-26
2 KRONIKE 1–4
Ingoma 41 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UKumkani USolomon Wenza Isigqibo Esingesosabulumko”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Kr 1:11, 12—Ezi vesi zisifundisa ntoni ngendlela ekufuneka sithandaze ngayo? (w05 12/1 19 ¶6)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Kr 4:7-22 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ukumemela Abantu ESikhumbuzweni: (imiz. 3) Mema umntu osebenza naye, ofunda naye okanye okwintsapho yakho. (th isifundo 2)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Buyela emntwini onomdla owamnika isimemo seSikhumbuzo. Mcacisele ukuba siqhutywa njani isifundo seBhayibhile samahala, uze umnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade. Thetha ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 17)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 09 isiqendu 5 (th isifundo 9)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ngaba Uza Kulilungela Olona Suku Lubalulekileyo Lonyaka?: (imiz. 15) Intetho nevidiyo. Mayinikelwe ngumveleli wenkonzo. Xelela ibandla indlela eliqhuba ngayo kweli phulo leSikhumbuzo. Ncokola nabo baye banamava amnandi ngeli xesha. Jonga uFundo LweBhayibhile LweSikhumbuzo olukwiphepha 8 no-9, uze ubakhuthaze ukuba iintliziyo zabo bazilungiselele iSikhumbuzo. (Ezr 7:10) Thetha ngendlela eninokuzamkela ngokufudumeleyo ngayo iindwendwe ngobusuku beSikhumbuzo. (Rom 15:7; mwb16.03 2) Dlala ividiyo ethi Indlela Yokwenza Isonka Sesikhumbuzo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 41 isiqendu 1-4
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 135 Nomthandazo