Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UKumkani USolomon Wenza Isigqibo Esingesosabulumko

UKumkani USolomon Wenza Isigqibo Esingesosabulumko

[Dlala ividiyo ethi Intshayelelo yezi-2 Kronike.]

USolomon wazongezela amahashe neenqwelo ezininzi ezisuka eYiputa (Dut 17:15, 16; 2Kr 1:14, 17)

Ukuze amahashe neenqwelo ezazikumkhosi kaSolomon zikwazi ukukhathalelwa, kwakufuneka kubekho abantu nezixeko ezongezelelekileyo (2Kr 1:14; it-1-E 174 ¶5; 427)

Nangona abantu babephila kamnandi xa uSolomon wayeqala ukulawula, ekuhambeni kwexesha wabenzela nzima izinto. Xa uRehoboham waba ngukumkani bavukela kuba wabenzela nzima ubomi nangakumbi. (2Kr 10:3, 4, 14, 16) Izigqibo esizenzayo zisoloko zinemiphumo.​—Gal 6:7.