Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 11-17

INDUMISO 18

Matshi 11-17

Ingoma 148 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. ‘UYehova Nguye . . . Ondisindisayo’

(imiz. 10)

UYehova ufana neliwa, ikhusi, nekhaka lethu (INd 18:​1, 2; w09 5/1 14 ¶4-5)

UYehova uyabeva abantu abakhalela uncedo (INd 18:6; it-E 2 1161 ¶7)

UYehova uyasinceda (INd 18:​16, 17; w22.04 3 ¶1)

UYehova usenokukhetha ukuyisusa ingxaki njengoko wayesenza nakuDavide. Kodwa, amaxesha amaninzi uThixo wenza “indlela yokuphuma” ngokusinika izinto esizidingayo ukuze sikwazi ukumelana nengxaki esinayo.​—1Ko 10:13.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 18:10 ​—Kwakutheni ukuze umdumisi athi uYehova ukhwele ikherubhi? (it-E 1 432 ¶2)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ububele​—Into Eyenziwa NguYesu

(imiz. 7) Ingxubusho. Dlala IVIDIYO, nize nithethe nge-lmd isifundo 3 ingongoma 1-2.

5. Ububele​—Yenza NjengoYesu

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 60

6. Iimfuno Zebandla

(imiz. 5)

7. Ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano-kaMatshi

(imiz. 10) Yidlale.

8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 69 Nomthandazo