Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 18-24

INDUMISO 19-21

Matshi 18-24

Ingoma 6 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. “Amazulu Axela Uzuko LukaThixo”

(imiz. 10)

Indalo kaYehova ibonisa uzuko lwakhe (INd 19:1; w04 1/1 8 ¶1-2)

Ilanga liyamangalisa ngokwenene (INd 19:​4-6; w04 6/1 11 ¶8-10)

Kufuneka sifunde kwindalo kaThixo (Mat 6:28; g95 11/8 7 ¶3)


IZINTO ENINOKUZENZA KUNQULO LWENTSAPHO: Jongani indalo nize nincokole ngento enifundisa yona ngoYehova.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 19:​7-9​—Ungancedakala njani xa ufundisisa iLizwi likaThixo? (w00 10/1 13 ¶4)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Nika umntu isimemo seSikhumbuzo, uze usebenzise ujw.org ukuze umbonise indawo ekufutshane kuye eza kungenela iSikhumbuzo. (lmd isifundo 2 ingongoma 3)

5. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Yamkela umntu oze eSikhumbuzweni oye wafumana isimemo ebesishiywe emnyango. Yenza amalungiselelo okuphendula imibuzo anayo. (lmd isifundo 3 ingongoma 4)

6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho

(imiz. 5.) Intetho. ijwfq 45​—Umxholo: Kutheni AmaNgqina KaYehova Esenza ISidlo SeNkosi Sangokuhlwa Ngokwahlukileyo Kwezinye Iinkonzo? (th isifundo 6)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 141

7. Qinisa Ukholo Lwakho Ngokucingisisa Ngendalo

(imiz. 15) Ingxubusho. Dlala IVIDIYO. Uze ubuze lo mibuzo:

Indalo iluqinisa njani ukholo lwakho kuMdali?

Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 127 Nomthandazo