Aprili 15-21
INDUMISO 29-31
Ingoma 108 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Isohlwayo—Indlela UThixo Asibonisa Ngayo Ukuba Uyasithanda
(imiz. 10)
UYehova wabufihla ubuso bakhe kuDavide emva kokuba engathobelanga (INd 30:7; it-1-E 802 ¶3)
Emva kokuba uDavide eguqukile wamcenga uYehova ukuba amenzele inceba (INd 30:8)
UYehova akazange aqhubeke enomsindo ngakuDavide (INd 30:5; w07 3/1 19 ¶1)
Kusenokwenzeka ukuba INdumiso 30 ithetha ngezinto ezenzeka emva kokuba uDavide ebale amaSirayeli.—2Sa 24:25.
KHAWUCINGE NGALE NTO: Isohlwayo singamnceda njani umntu okhutshelwe ngaphandle akwazi ukubonisa ngezenzo ukuba uguqukile?—w21.10 6 ¶18.
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
INd 31:23—Yeyiphi indlela avuzwa ngokugqithiseleyo ngayo nguYehova umntu onekratshi? (w06 5/15 19¶13)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) INd 31:1-24 (th isifundo 10)
4. Ukuqalisa Incoko
(umz.1) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Yenza intshumayelo emfutshane kumntu oxakekileyo. (lmd isifundo 5 ingongoma 3)
5. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Bonisa umntu ongumama ividiyo yabantwana uze umcacisele ukuba angazifumana phi ezinye iividiyo. (lmd isifundo 3 ingongoma 3)
6. Ukubuyela
(imiz. 3) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Cela ukuqhubela umntu isifundo seBhayibhile ongazange avume ngaphambili. (lmd isifundo 8 ingongoma 3)
7. Ukwenza Abafundi
(imiz. 4) lff isifundo 14 ingongoma 5 (th isifundo 6)
Ingoma 45
8. Isizathu Sokuba Sibe Nokholo. . . Lokuba UThixo Uyasithanda
(imiz. 7) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze lo mbuzo:
Amava alo mzalwana asifundisa ntoni ngothando lukaThixo?
9. Ingxelo Yango-2024 Yenkqubo YeSebe Lasekuhlaleni Lokwakha Nelenza Iiplani
(imiz. 8) Intetho. Dlala iVIDIYO.
10. ISifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 8 ¶13-21