Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Aprili 22-28

INDUMISO 32-33

Aprili 22-28

Ingoma 103 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Kutheni Kufuneka Uzichaze Xa Wenze Isono Esinzulu?

(imiz. 10)

UDavide waye wabanestres xa wayezama ukufihla isono sakhe, mhlawumbi eso sasibandakanya uBhatshebha (INd 32:​3, 4; w93 3/15 9 ¶7)

UDavide wasivuma isono sakhe kuYehova ibe wamxolela (INd 32:5; cl 262 ¶8)

UDavide waziva ekhululekile kwisono sakhe emva kokuxolelwa nguYehova (INd 32:1; w01 6/1 30 ¶1)

Kufuneka sithobeke sizichaze kuYehova xa senze isono esinzulu size simcele ukuba asixolele. Ukuze sikwazi ukuphinda sisondele kuYehova kufuneka sicele uncedo kubadala bebandla. (Yak. 5:​14-16) Xa senze loo nto uYehova uza kusihlaziya.​—IZe. 3:19.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 33:6​—Uyintoni ‘umoya’ womlomo kaYehova? (w06 5/15 20 ¶1)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuthobeka​—Into Eyenziwa NguPawulos

(imiz. 7) Ingxubusho. DLALA IVIDIYO, nize nithethe nge-lmd isifundo 4 ingongoma 1-2.

5. Ukuthobeka​—Yenza NjengoPawulos

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 74

6. Iimfuno Zebandla

(imiz. 15)

7. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 39 Nomthandazo