Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Matshi 4-10

INDUMISO 16-17

Matshi 4-10

Ingoma 111 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. “UYehova, uMthombo Wam Wezinto Ezilungileyo”

(imiz. 10)

Ukuba nobuhlobo nabo bakhonza uYehova kusenza sivuye (INd 16:​2, 3; w18.12 26 ¶11)

Ukwazi ukuba singabahlobo bakaYehova kusenza saneliseke (INd 16:​5, 6; w14 2/15 29 ¶4)

UYehova uyabukhusela ubuhlobo bethu kunye naye, ize loo nto isenze sizive kungekho nto inokusenzakalisa (INd 16:​8, 9; w08 2/15 3 ¶2-3)

NjengoDavide sonwabela ukuphila ubomi obunenjongo, kuba ukukhonza uYehova onguMthombo wokulunga kuyeyona nto ibalulekileyo ebomini bethu.

KHAWUZIBUZE, ‘Bubhetele njani ubomi bam ngoku kunobo ndandibuphila ngaphambi kokuba ndingene enyanisweni?’

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 17:8​—Ithetha ukuthini iBhayibhile xa isithi “njengelihlo lakho”? (it-2-E 714)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(umz. 1) KWINDLU NGENDLU. Mnike isimemo seSikhumbuzo. (th isifundo 11)

5. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. Mnike isimemo seSikhumbuzo. Emva kokuba umntu ebonise umdla, mbonise ividiyo ethi Khumbula Ukufa KukaYesu nize nincokole ngayo. (th isifundo 9)

6. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 2) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Mnike isimemo seSikhumbuzo. (th isifundo 2)

7. Ukwenza Abafundi

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 20

8. Singasilungiselela Njani ISikhumbuzo?

(imiz. 15) Ingxubusho.

NgeCawa, Matshi 24, siza kube sikhumbula ukufa kukaYesu kuba sithobela umyalelo awasinika wona. Esi sisihlandlo esingezona zenzo zimbini zothando kwimbali yabantu. (Luk 22:19;Yoh 3:16; 15:13) Singasilungiselela njani esi sihlandlo sikhethekileyo?

  • Yenza kangangoko ukuze ubekhona kwiphulo lokumemela abantu kwintetho ekhethekileyo naseSikhumbuzweni. Bhala phantsi amagama abantu ofuna ukubamema uze ubameme. Ukuba abanye abahlali kwintsimi yebandla lakho, jonga ku-jw.org/xh ixesha nendawo ezingenela kuzo iintlanganiso zalapho bahlala khona

  • Ebudeni benyanga kaMatshi noAprili, zama ukulandisa ixesha olichitha entsimini. Ungaba nguvulindlela ongumncedani uze wenze iiyure eziyi-15 okanye eziyi-30

  • NgoMatshi 18, qalisa ukufunda ngeziganeko ezibalulekileyo ezenzeka ngeveki yokugqibela yobomi bukaYesu basemhlabeni. Ungazikhethela ukuba ufuna ukufunda kangakanani suku ngalunye kuFundo LweBhayibhile Lwesikhumbuzo Luka-2024 olukwiphepha 6-7

  • Ngosuku lweSikhumbuzo, bukela iTekisi Yosuku yeSikhumbuzo ekhethekileyo ku-jw.org/xh

  • Xa useSikhumbuzweni bamkele ngokufudumeleyo abo baqalayo ukubakhona nabo bapholileyo. Kulungele ukuphendula imibuzo yabantu emva kweSikhumbuzo. Bekani ixesha ukuze ubuyele kwabo bebekhona eSikhumbuzweni ukuze uvuselele umdla wabo

  • Ngaphambi nangesemva kweSikhumbuzo, cingisisa ngentlawulelo

Dlala IVIDIYO ethi Khumbula Ukufa KukaYesu. Uze ubuze lo mbuzo:

Singayisebenzisa njani le vidiyo xa simemela abantu eSikhumbuzweni?

9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 73 Nomthandazo