Aprili 14-20
IMIZEKELISO 9
Ingoma 56 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Yiba Sisilumko Hayi Umntu Osileyo
(imiz. 10)
Umntu osileyo akasamkeli isiluleko endaweni yoko uyamcaphukela lo mntu umnika isiluleko (IMi 9:7, 8a; w22.02 9 ¶4)
Umntu osisilumko uyasixabisa isiluleko nomntu afumana kuye isiluleko (IMi 9:8b, 9; w22.02 12 ¶12-14; w01 5/15 30 ¶1-2)
Umntu osisilumko uyancedakala, kodwa osileyo uza kulahlekelwa (IMi 9:12; w01 5/15 30 ¶5)
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
IMi 9:17—Ayintoni “amanzi abiweyo,” ibe kutheni ‘emnandi’ nje? (w06 9/15 17 ¶5)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) IMi 9:1-18 (th isifundo 5)
4. Ukubuyela
(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Lo mntu uthetha naye ebekhona eSikhumbuzweni. (lmd isifundo 8 ingongoma 3)
5. Ukubuyela
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Lo mntu uthetha naye ubukhe wamnceda wafumane iSikhumbuzo esikufutshane naye. (lmd isifundo 7 ingongoma 4)
6. Ukubuyela
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Ubukhe wanceda umntu ozalana naye wafumana iSikhumbuzo esikufutshane naye. (lmd isifundo 8 ingongoma 4)
Ingoma 84
7. Ngaba Ukusetyenziswa Yintlangano Kusenza Sibaluleke Kunabanye?
(imiz. 15) Ingxubusho.
Dlala IVIDIYO. Uze ubuze le mibuzo:
Lithetha ukuthini igama elithi “ilungelo?”
Abo banamalungelo ebandleni bamele bazijonge njani?
Kutheni amalungelo okukhonza abanye ebalulekile kunezikhundla?
8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 25 ¶5-7, nebhokisi ekwiphe. 200