Aprili 21-27
IMIZEKELISO 10
Ingoma 76 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Ungabufumana Njani Ubutyebi Bokwenene?
(imiz. 10)
Ukuba nobutyebi bokwenene kuquka ‘ukukhuthala’ ekuncedeni abanye bazi ngoYehova (IMi 10:4, 5; w01 7/15 25 ¶1-3)
Ubulungisa bubaluleke ngaphezu kobutyebi (IMi 10:15, 16; w01 9/15 24 ¶3-4)
Yintsikelelo kaYehova ekhokelela kubutyebi bokwenene (IMi 10:22; it-1-E 340)
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10.)
-
IMi 10:22—Iintsikelelo zikaYehova azizi nantlungu, ngoko kutheni abakhonzi bakaThixo besehlelwa ziingxaki ezininzi? (w06 5/15 30 ¶18)
-
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
( imiz. 4) IMi 10:1-19 (th isifundo 10)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 4) INDLU NGENDLU. Umntu ukuxelela ukuba akakholelwa kuThixo. (lmd isifundo 4 ingongoma 3)
5. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Cela isifundo seBhayibhile. (lmd isifundo 4 ingongoma 4)
6. Ukubuyela
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Bonisa umntu indlela anokufumana ngayo inkcazelo ku-jw.org enokumenza abenomdla. (lmd isifundo 9 ingongoma 4)
Ingoma 111
7. Iintsikelelo Ezenza Umkhonzi KaThixo Abe Sisityebi
(imiz. 7) Ingxubusho.
Iintsikelelo uYehova azinika abantu bakhe kule mihla yokugqibela inzima zisinceda sikwazi ukuqhubeka simkhonza size siphile ubomi obuvuyisayo. (INd 4:3; IMi 10:22) Funda ezi zibhalo zilandelayo. Uze ubuze ukuba iintsikelelo zisenza sibe zizo njani izityebi.
Abanye abantu baye bakwazi ukwandisa inkonzo yabo kuYehova baze baphila ubomi obanelisayo
Dlala IVIDIYO ethi Lutsha—Khethani Ukuphila Ubomi Obuza Kunenza Nibe Seluxolweni! Uze ubuze lo mbuzo:
-
Ufunde ntoni kumava kaHarley, uAnjil, noCarlee?
8. Ingxelo Yango-2025 Yenkqubo YeSebe Lasekuhlaleni Lokwakha Nelenza Iiplani
(imiz. 8) Intetho. Dlala IVIDIYO.
9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 25 ¶8-13, nebhokisi ekwiphe. 201