Aprili 7-13
IMIZEKELISO 8
Ingoma 89 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Mamela Ubulumko
(imiz. 10)
UYesu, obubulumko, wadalwa nguYehova ‘wasisiqalo sendlela yakhe’ (IMi 8:1, 4, 22; cf 131 ¶7)
Ubulumko nothando lukaYesu ngoYehova uTata wakhe lwakhula xa wayesebenza naye ekudaleni (IMi 8:30, 31; cf 131-132 ¶8-9)
Ubulumko bukaYesu buyasinceda xa simmamela (IMi 8:32, 35; w09 4/15 31 ¶14)
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
IMi 8:1-3—Ubulumko “bukhwaza” njani? (g 5/14 16)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) IMi 8:22-36 (th isifundo 10)
4. Ukubuyela
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Phendula imibuzo yomntu ocinga ngokuya eSikhumbuzweni ofuna ukwazi ukuba kuza kwenzeka ntoni kuso. (lmd isifundo 9 ingongoma 3)
5. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 3.) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Yamkela umntu oze eSikhumbuzweni oye wafumana isimemo ebesishiywe emnyango, uze uphendule imibuzo anayo emva kweSikhumbuzo. (lmd isifundo 3 ingongoma 5)
6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho
(imiz. 5) Intetho. ijwbq inqaku 160—Umxholo: Kutheni UYesu Ebizwa Ngokuba NguNyana KaThixo? (th isifundo 1)
Ingoma 105
7. Iimfuno Zebandla
(imiz. 15)
8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 25 ¶1-4, nebhokisi ekwiphe. 199