Matshi 10-16
IMIZEKELISO 4
Ingoma 36 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. “Khusela Intliziyo Yakho”
(imiz. 10)
Igama elithi “intliziyo” lithetha umntu esinguye ngaphakathi (INd 51:6; w19.01 15 ¶4)
Ukuyikhusela kumele kube yeyona nto ibalulekileyo kuthi (IMi 4:23a; w19.01 17 ¶10-11; 18 ¶14; jonga ongaphandle)
Ubomi bethu buxhomekeke kumntu esinguye ngaphakathi (IMi 4:23b; w12 5/1 32 ¶2)
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
IMi 4:18—Le vesi ingamnceda njani umKristu ukuze aye emthanda uYehova? (w21.08 8 ¶4)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) IMi 4:1-18 (th isifundo 12)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. Umntu ubonisa umdla emva kokufumana isimemo seSikhumbuzo. (lmd isifundo 1 ingongoma 5)
5. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Memela umntu omaziyo kwiSikhumbuzo. (lmd isifundo 2 ingongoma 3)
6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho
(imiz. 5) Umboniso. ijwfq inqaku 19—Umxholo: Kutheni Ningayibhiyozeli Ipasika? (lmd isifundo 3 ingongoma 4)
Ingoma 16
7. Ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano kaMatshi
(imiz. 10) Dlala IVIDIYO.
8. Iphulo LeSikhumbuzo Liza Kuqala NgoMgqibelo, Matshi 15
(imiz. 5) Mayinikelwe ngumveleli wenkonzo. Thetha ngamalungiselelo ephulo lokumemela abantu kwintetho ekhethekileyo naseSikhumbuzweni. Khuthaza bonke ukuba bazimisele nangakumbi kumsebenzi wokushumayela kwinyanga kaMatshi noAprili.
9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30.) bt isahl. 23 ¶16-19, nebhokisi ekwiphe. 188