Matshi 24-30
IMIZEKELISO 6
Ingoma 11 Nomthandazo | Amazwi Okuvula ( umz. 1)
1. Sinokufunda Ntoni Kwimbovane?
(imiz. 10.)
Ukubukela iimbovane kungasifundisa izifundo ezibalulekileyo (IMi 6:6)
Nangona zingenamlawuli, ngokwendalo iimbovane zisebenza nzima, ziyasebenzisana futhi zilungiselela ikamva (IMi 6:7, 8; it-1-E 115 ¶1-2)
Kuyasinceda ukulinganisa imbovane (IMi 6:9-11; w00 9/15 26 ¶3-4)
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
-
IMi 6:16-19—Ngaba izono ezichazwe kwezi vesi zenzelwe ukuchaza ngokweenkcukacha zonke izinto azicaphukelayo uYehova? (w00 9/15 27 ¶3)
-
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) IMi 6:1-26 (th isifundo 10)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Mema umntu ozalana naye opholileyo kwintetho ekhethekileyo naseSikumbuzweni. (lmd isifundo 4 ingongoma 3)
5. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Cela umqeshi wakho akuphe ixesha lokuba uye eSikhumbuzweni. (lmd isifundo 3 ingongoma 3)
6. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Memela umntu kwintetho ekhethekileyo naseSikhumbuzweni. (lmd isifundo 5 ingongoma 3)
Ingoma 2
7. Izinto UYehova Azidalileyo Zisenza Siqiniseke Ukuba Ufuna Sivuye—Izilwanyana Ezibangel’ Umdla
8. Iimfuno Zebandla
(imiz. 10)
9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 24 ¶7-12, nebhokisi ekwiphe. 193