Isibini esitshatileyo sifunda kunye sisebenzisa itablet yaso

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Meyi 2016

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Amacebiso okuhambisa iMboniselo nencwadi ethi Okufundiswa YiBhayibhile. Sebenzisa imizekelo ukuze uzenzele eyakho intshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ukuthandazela Abanye Kuyamkholisa UYehova

UThixo waxelela uYobhi ukuba athandazele amaqabane akhe amathathu angenabubele. Wasikelelwa njani uYobhi ngenxa yokuba wayenokholo ibe enyamezela? (Yob 38–42)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ngaba Uyayisebenzisa I-JW Library?

Ungayifumana njani iapp? Ingakunceda njani kwiintlanganiso zebandla nasentsimini?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ukuze Sibe Seluxolweni NoYehova Kufuneka Sihloniphe UNyana Wakhe, UYesu

Iintlanga zasabela njani kwigunya likaYesu? Kutheni kubalulekile ukuba sihloniphe uKumkani othanjisiweyo kaThixo? (INdumiso 2)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ngubani Onokuba Lundwendwe Ententeni KaYehova?

INdumiso 15 ichaza izinto uYehova azijongayo kumhlobo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Iindlela Zokusebenzisa I-JW Library

Indlela yokusebenzisa le app xa ufunda, kwiintlanganiso nasentsimini.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Iziprofeto Ezineenkcukacha NgoMesiya

Funda ngendlela iziprofeto ezingoMesiya ezikwiNdumiso 22 ezazaliseka ngayo kuYesu.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Cela UYehova Akwenze Ube Nesibindi

Yintoni enokukunceda ube nesibindi njengoDavide? (INdumiso 27)