Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Meyi 2-8

YOBHI 38–42

Meyi 2-8
  • Ingoma 63 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ukuthandazela Abanye Kuyamkholisa UYehova”: (imiz. 10)

    • Yob 42:7, 8—UYehova wayelindele ukuba uYobhi athandazele uElifazi, uBhiledadi noTsofare (w13 6/15 21 ¶17; w98 5/1 30-31 ¶3-6)

    • Yob 42:10—UYehova wamphilisa uYobhi emva kokuba ebathandazele (w98 5/1 31 ¶3)

    • Yob 42:10-17—UYehova wamsikelela kakhulu uYobhi ngenxa yokholo nokunyamezela kwakhe (w94 11/15 20 ¶19-20)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yob 38:4-7—Ngoobani “amakhwezi” ibe yintoni esiyaziyo ngawo? (bh 97 ¶3)

    • Yob 42:3-5—Yintoni esinokuyenza ukuze sibone uThixo njengoYobhi? (w15 10/15 7-8 ¶16-17)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yob 41:1-26

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze uxubushe iingongoma eziphambili. Ngamafutshane chaza indlela abavakalisi abanokuzisebenzisa ngayo izixhobo ze-elektroniki usebenzisa umxholo othi “Iindlela Zokusebenzisa iJW Library.” Bakhumbuze abaphulaphuli ukuba xa bebhala ingxelo nyanga nganye, babhale izihlandlo abaye badlala ngazo ividiyo entsimini. Khuthaza abavakalisi ukuba bazenzele ezabo iintshumayelo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU