Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Meyi 23-29

INDUMISO 19-25

Meyi 23-29
  • Ingoma 116 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Iziprofeto Ezineenkcukacha NgoMesiya”: (imiz. 10)

    • Nd 22:1—Kwakuza kubonakala ngathi uMesiya ushiyiwe nguThixo (w11 8/15 15-16 ¶16)

    • Nd 22:7, 8—UMesiya wayeza kugculelwa (w11 8/15 15 ¶13)

    • Nd 22:18—Babeza kwenza amaqashiso ngeempahla zikaMesiya (w11 8/15 15 ¶14)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 19:14—Sisiphi isifundo esinokusifunda kule vesi? (w06 5/15 19 ¶9)

    • Nd 23:1, 2—UYehova unguMalusi onothando njani? (w02 9/15 32 ¶1-2)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 25:1-22

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) bh—Funda isibhalo kwisixhobo se-elektroniki.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) bh—Cofa uphawu lokukhangela kwiJW Library ukuze ukhangele ivesi yeBhayibhile ephendula umbuzo obuzwe ngumnini-mzi.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 129-130 ¶11-12—Mbonise umfundi ngokufutshane indlela anokuyisebenzisa ngayo iJW Library ukuze alungiselele isifundo esebenzisa isixhobo se-elektroniki.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 55

  • Iindlela Zokusebenzisa I-JW Library—Inxalenye 2: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala uze uxubushe ngokufutshane ividiyo ethi Download and Manage Bibles and Search in a Bible or Publication. Emva koko, xubusha umxholo wokugqibela wenqaku. Cela abaphulaphuli babalise ngeendlela ezongezelelekileyo abaye bayisebenzisa ngayo iJW Library entsimini.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 16 ¶1-15

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 139 Nomthandazo