Meyi 30–Juni 5
INDUMISO 26-33
Ingoma 23 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Cela UYehova Akwenze Ube Nesibindi”: (imiz. 10)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Nd 26:6—NjengoDavide, sinokusijikeleza njani ngokufuziselayo isibingelelo sikaYehova? (w06 5/15 19 ¶12)
Nd 32:8—Sincedakala njani ngokwazi uYehova? (w09 6/1 5 ¶3)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 32:1–33:8
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) kt—Funda isibhalo kwisixhobo se-elektroniki.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Bonisa indlela yokucela isifundo seBhayibhile kumntu omnika umzila weemagazini ngokumbukelisa kwiJW Library ividiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile?
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) jl isifundo 9—Bonisa isifundo sakho ngokufutshane indlela yokulungiselela iintlanganiso sisebenzisa iJW Library.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno zebandla: (imiz. 15) Unokuxubusha izifundo ezikwiNcwadi Yonyaka (yb16 112-113; 135-136)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 16 ¶16-29, ibhokisi ethi “Isiprofeto Siyazaliseka” nempinda yesahluko
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 16 Nomthandazo