Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Meyi 9-15

INDUMISO 1–10

Meyi 9-15
  • Ingoma 99 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp16.3 ngaphandle—Funda isibhalo kwisixhobo se-elektroniki.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Bonisa indlela yokucela isifundo seBhayibhile kumntu omnika umzila weemagazini ngokumbukelisa kwiJW Library ividiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile?

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 12 ¶12-13—Khuthaza umfundi ukuba adawunlowudele iJW Library kwisixhobo sakhe se-elektroniki.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 138

  • Yihlonele Indlu KaYehova: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo eku-jw.org/xh enomxholo othi Yiba Ngumhlobo KaYehova—Yihlonele Indlu KaYehova. (Yiya kwindawo ethi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA.) Emva koko, cela abantwana ukuba baye eqongeni, uze ubabuze imibuzo ngale vidiyo.

  • Igama LikaThixo KwiZibhalo ZesiHebhere: (imiz. 10) Intetho esekelwe kwincwadana ethi Isikhokelo Sokufunda ILizwi LikaThixo icandelo 1.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 15 ¶1-14 nebhokisi ethi, “Imibuzo NgoEstere” in chapter 16

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 11 Nomthandazo