Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Meyi 14-20

MARKO 9-10

Meyi 14-20
  • Ingoma 22 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Umbono Oqinisa Ukholo”: (imiz. 10)

    • Mar 9:1​—UYesu wathembisa ukuba abanye abapostile babeza kulubona uzuko awayeza kuba nalo ezulwini xa enguKumkani (w05 1/15 12 ¶9-10)

    • Mar 9:2-6​—UPetros, uYakobi noYohane babona uYesu enziwe kumila kumbi encokola ‘noEliya noMoses’ (w05 1/15 12 ¶11)

    • Mar 9:7​—UYehova watsho ngelizwi lakhe ukuba uYesu unguNyana wakhe (ingcaciso yegama elithi “ilizwi” elikuMarko 9:7)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mar 10:6-9​—Nguwuphi umgaqo weBhayibhile uYesu awathetha ngawo? (w08 2/15 30 ¶8)

    • Mar 10:17, 18​—Kwakutheni ukuze uYesu ayinqande indoda eyambiza ngokuba ‘nguMfundisi Olungileyo’? (ingcaciso yebinzana elithi “Mfundisi Olungileyo” nelithi “Akukho bani ulungileyo, ngaphandle komnye, uThixo” akuMarko 10:17, 18)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mar 9:1-13

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Jonga kwindawo ethi iincoko onokuzisebenzisa.

  • Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.

  • Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w04 5/15 30-31—Umxholo: Athetha Ukuthini Amazwi KaYesu AkuMarko 10:25?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU