Meyi 21-27
MARKO 11-12
Ingoma 34 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Uphose Ngaphezu Kwabo Bonke”: (imiz. 10)
Mar 12:41, 42—Etempileni uYesu wabona umhlolokazi ohluphekileyo enikela ngeengqekembe ezimbini ezingenaxabiso (ingcaciso yebinzana elithi “izikhongozelo zobuncwane” elithi “iingqekembe ezimbini ezincinane” nelithi “ezixabiso lincinane kakhulu” akuMarko 12:41, 42)
Mar 12:43—UYesu wawuxabisa kakhulu umnikelo walo mhlolokazi waza wathetha ngawo kubafundi bakhe (w97 10/15 16-17 ¶16-17)
Mar 12:44—UYehova wawuxabisa kakhulu umnikelo womhlolokazi (w97 10/15 17 ¶17; w87-E 12/1 30 ¶1; cl 185 ¶15)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Mar 11:17—Kwakutheni ukuze uYesu athi itempile “yindlu yomthandazo yazo zonke iintlanga”? (ingcaciso yebinzana elithi “indlu yomthandazo yazo zonke iintlanga” elikuMarko 11:17)
Mar 11:27, 28—Ziziphi ‘izinto’ abachasi bakaYesu ababethetha ngazo? (jy-E 244 ¶7)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mar 12:13-27
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Qala ngencoko onokuyisebenzisa. Umntu ukuchasa ngendlela oqhele ukuchaswa ngayo kwintsimi yakho.
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Qala ngencoko onokuyisebenzisa. Umntu ukuxelela ukuba usand’ ukuswelekelwa sisizalwana.
Ividiyo Yotyelelo Lwesibini: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Xa Unokholo KuYehova Ungenza Nantoni Na: (imiz. 15) Dlala ividiyo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv Isahl. 8 isiqe. 1-10
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 98 Nomthandazo