Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | MARKO 11-12

Uphose Ngaphezu Kwabo Bonke

Uphose Ngaphezu Kwabo Bonke

12:41-44

Le ngxelo isifundisa ntoni:

  • ngokuxabisa kukaYehova imizamo esiyenzayo?

  • ngokwenza konke esinako enkonzweni kaYehova?

  • ngokuba singazithelekisi nabanye abantu okanye ngezinto ebesikwazi ukuzenza ngaphambili?

  • ngokuba enoba uyasokola ungayideli loo madlana unokukwazi ukunikela ngayo?

Ziziphi ezinye izinto ozifundileyo kule ngxelo?