Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Meyi 28–Juni 3

MARKO 13-14

Meyi 28–Juni 3
  • Ingoma 55 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Wulumkele Umgibe Wokoyika Abantu”: (imiz. 10)

    • Mar 14:29, 31—Abapostile babengazimiselanga ukumshiya uYesu

    • Mar 14:50—Xa uYesu wayebanjwa, bonke abapostile bamshiya, babaleka

    • Mar 14:47, 54, 66-72—UPetros waba nesibindi wamthethelela uYesu, wamlandela kodwa ehambela kude kuye waza emva koko wamkhanyela kathathu (ia 200 ¶14; it-2-E 619 ¶6)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mar 14:51, 52—Inoba yayingubani umfana owabaleka eze? (w08 2/15 30 ¶6)

    • Mar 14:60-62—Inoba sasiyintoni isizathu sokuba uYesu aphendule umbuzo wombingeleli omkhulu? (jy-E 287 ¶4)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mar 14:43-59

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Qala ngencoko onokuyisebenzisa. Mmemele kwiintlanganiso.

  • Xa Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha esakho isibhalo uze umnike enye yeencwadi esifundisa ngazo iBhayibhile.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh isahl. 17 ¶17-18

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU