Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

YIKHUTHALELE INTSIMI

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko Onokuzisebenzisa

Utyelelo Lokuqala *

Umbuzo: Sazi njani ukuba ayingoThixo obangela kwenzeke izinto ezibuhlungu?

Isibhalo: Yak 1:13

Umbuzo Wokubuyela: Kutheni sisehlelwa zizinto ezibuhlungu?

Xa Ubuyela *

Umbuzo: Kutheni sisehlelwa zizinto ezibuhlungu?

Isibhalo: 1Yo 5:19

Umbuzo Wokubuyela: Uziva njani uThixo xa kusenzeka izinto ezibuhlungu kuthi?

^ ^ Ungawutshintsha umbuzo kunye nombuzo wokubuyela, uze uthethe ngezinto abantu abanomdla kuzo ekuhlaleni.