Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UAbhisalom Wavukela Ngenxa Yekratshi

UAbhisalom Wavukela Ngenxa Yekratshi

UAbhisalom wazifunela uzuko (2Sa 15:1; it-1-E 860)

UAbhisalom waba iintliziyo zabantu (2Sa 15:2-6; w12 7/15 13 ¶5)

UAbhisalom wayefuna ibenguye ukumkani endaweni katata wakhe (2Sa 15:10-12; it-1-E 1083-1084)

Asimele sivumele ukufuna kwethu ukwenza kakuhle izinto kusilawule. Kunoko, kufuneka simane sijonga iinjongo esinazo. Endaweni yokuba senze izinto kuba sifuna ukuqhayisela abanye, kufuneka sibacingele nyhani.​—Fil 2:3, 4.