Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UDavide Wabonisa Uthando Olungagungqiyo

UDavide Wabonisa Uthando Olungagungqiyo

UDavide wakhangela umntu anokumbonisa uthando olungagungqiyo (2Sa 9:1; w06 6/15 14 ¶6)

UDavide wakhawuleza wamnceda uMefibhoshete (1Sa 20:15, 42; 2Sa 9:5-7; w05 5/15 17 ¶12)

UDavide wathi mayibe nguTsibha oza kuhoya ilifa likaMefibhoshete (2Sa 9:9, 10; w02 2/15 14 ¶10)

UDavide zange asilibale isithembiso awasenza kuYonatan. Kufuneka sibathande ngokungagungqiyo abo sikhonza nabo.​—Nd 41:1, 2; IMi 19:17.