Meyi 16-22
2 Samuweli 1-3
Ingoma 103 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Sifunda Ntoni Kwingoma Yokuzila Ekuthiwa ’Sisaphetha’?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Sa 1:26—Kwakutheni ukuze uDavide abize uYonathan ngokuthi “mntakwethu”? (it-1-E 369 ¶2)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Sa 3:1-16 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo (th isifundo 3)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mcacisele ukuba siqhutywa njani isifundo seBhayibhile, emva koko umnike ikhadi le-jw.org. (th isifundo 20)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 04 isiqendu 5 nendawo ethi Abanye Abantu Bathi (th isifundo 19)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Uthando . . . Alubi Nemihlali Ngentswela-Bulungisa”: (imiz. 7) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Lunje Ke Uthando—Alubi Nemihlali Ngentswela-Bulungisa.
“Uthando . . . Luthemba Izinto Zonke”: (imiz. 8) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Lunje Ke Uthando—Luthemba Izinto Zonke.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 04
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 2 Nomthandazo