Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

“Uthando . . . Luthemba Izinto Zonke”

“Uthando . . . Luthemba Izinto Zonke”

Kuba siqhutywa luthando asizicingeli sodwa, siyabathemba abazalwana bethu ukuba baza kwenza izigqibo ezifanelekileyo. (1Ko 13:4, 7) Ngokomzekelo, ukuba umzalwana wenza isono aze aqeqeshwe, sibanethemba lokuba uza kutshintsha. Siye sizame ukubanceda ngomonde abo bangaqinanga elukholweni. (Ro 15:1) Ukuba umntu ushiya ibandla, asiyeki ukuba nethemba lokuba uzakubuya.​—Luk 15:17, 18.

BUKELA IVIDIYO ETHI LUNJE KE UTHANDO​—LUTHEMBA IZINTO ZONKE, UZE UPHENDULE LE MIBUZO:

  • Kwatshintsha njani ukuthembeka kuka-Abhinere?

  • Wathini uDavide kwisicelo sika-Abhinere? Yena uYowabhi wathini?

  • Kutheni sifanele sibathembe abazalwana bethu?