Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Indlela uDavide Awenza Ngayo Emfazweni

Indlela uDavide Awenza Ngayo Emfazweni

UDavide wakhetha ukumbaleka uSawule (1Sa 27:5-7; it-1-E 41)

UDavide waye wayikhusela imida yakwaYuda (1Sa 27:8, 9; w21.03 4 ¶8)

UDavide zange axelele uAkishe yonke into awayeyenza (1Sa 27:10-12; it-2-E 245 ¶6)

Namhlanje, abo balawulayo basenokufuna ukusiyekisa iindlela esikhonza ngazo baze basibuze ngabazalwana bethu. Ngamanye amaxesha ingabubulumko ukuba singathethi ukuze singafaki abazalwana bethu engxakini.​—IMi 10:19; 11:12; INt 3:7.