Meyi 30–Juni 5
2 Samuweli 7-8
Ingoma 22 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Uthembisa UDavide”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Sa 8:2—Xa uDavide woyisa amaMowabhi, yenzeka njani into eyayiprofetiwe? (it-2-E 206 ¶2)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Sa 7:1-17 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela, uze uyidibanise nento eyenzekileyo. Bonisa umninimzi imagazini ethetha ngento enincokola ngayo. (th isifundo 13)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela, uze uyidibanise nento eyenzekileyo. Cacisa indlela esifundisa ngayo abantu iBhayibhile ngaphandle kwemali, uze umnike ikhadi le-jw.org. (th isifundo 18)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 04 kwiindawo ezithi: ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza (th isifundo 8)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 10)
“Xa Ushumayela, Thetha Ngezinto Ezenzekayo”: (imiz. 5) Ingxubusho.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 06
Amazwi Okuvala (imiz. 3)