Juni 13-19
2 Samuweli 11-12
Ingoma 121 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Sukuvumela Iminqweno Engafanelekanga Ikulawule”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Sa 12:13—Kwakutheni ukuze uYehova angambulali uDavide noBhatshebha? (it-1-E 590 ¶1)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Sa 11:1-15 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Qalisa isifundo seBhayibhile usebenzisa incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! (th isifundo 11)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze uqalise isifundo seBhayibhile kwisifundo 01. (th isifundo 13)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 05 isiqendu 5 (th isifundo 15)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Lawula Iminqweno Yakho”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Sukuvumela Ubomi Bakho Bumoshwe Kukutshaya (yiya kwindawo ethi ABAFIKISAYO).
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 08
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 28 Nomthandazo