UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Sukuvumela Iminqweno Engafanelekanga Ikulawule
UDavide wavumela umnqweno ongafanelekanga ukuba ukhule entliziyweni yakhe (2Sa 11:2-4; w21.06 17 ¶10)
UDavide walisebenzisa kakubi igunya lakhe ukuze afihle izinto ezimbi awayezenza (2Sa 11:5, 14, 15; w19.09 17 ¶15)
UDavide wehlelwa zizinto ezimbi kakhulu ngenxa yesono awayesenzile (2Sa 12:9-12; w18.06 17 ¶7)
Ukuze sikuphephe ukujonga okanye ukucinga ngezinto ezingafanelekanga kufuneka sizibambe. (Ga 5:16, 22, 23) UYehova angasinceda singavumeli iminqweno engafanelekanga ukuba isoyise.
KHAWUZIBUZE, ‘Zeziphi izinto ekufuneka ndiphucule kuzo indlela endicinga ngayo?’