Juni 20-26
2 Samuweli 13-14
Ingoma 127 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ukuzicingela Yedwa Kuka-Amnon Kwabangela Intlekele”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Sa 14:25, 26—Umzekelo ka-Abhisalom usifundisa ntoni ngeyona nto eyenza umntu abemhle? (g04 12/22 8-9)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Sa 14:8-20 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Bonisa umninimzi imagazini ethetha ngento enincokola ngayo. (th isifundo 12)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Uze ummemele kwiintlanganiso zethu. (th isifundo 18)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 05 isiqendu 6 nendawo ethi Abanye Abantu Bathi (th isifundo 18)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Sebenzisa uPhila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! Ukuze Wakhe Ukholo Lwakho KuYehova NoYesu”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Yakha Ukholo Lwabanye KuYehova, Usebenzisa “UPhila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade!” nethi Yakha Ukholo Lwabanye KuYesu, Usebenzisa “UPhila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade!”
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 09
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 47 Nomthandazo