Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ukuzicingela Yedwa Kuka-Amnon Kwabangela Intlekele

Ukuzicingela Yedwa Kuka-Amnon Kwabangela Intlekele

UAmnon watsaleleka kuTamare (2Sa 13:1, 2; it-1-E 32)

UAmnon wamdlwengula uTamare (2Sa 13:10-15; w17.09 5 ¶11)

UAbhisalom wayalela ukuba uAmnon abulawe (2Sa 13:28, 29; it-1-E 33 ¶1)

Abantu abathandanayo bangakuphepha njani ukungena engxakini? Kufuneka bazibambe baze baziphephe iindawo neemeko ezinokubenza benze izinto ezingafanelekanga.