Meyi 23-29
2 Samuweli 4-6
Ingoma 135 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Hlala Ukoyika Ngendlela Efanelekileyo Ukwenza Into Angayithandiyo UYehova”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Sa 6:8, 9—Sifunda ntoni kwindlela uDavide awavakalelwa ngayo xa wohlwaywa nguYehova? (w96 4/1 29 ¶1)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Sa 4:1-12 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 12)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Thetha ngevidiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 9)
Intetho: (imiz. 5) w05 10/1 23-24 ¶14-15—Umxholo: “Moyikeni UThixo Nimzukise.”—ISi 14:7. (th isifundo 19)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ngaba Uzilungele Iimfazwe Neentlekele Elizweni Lakho?”: (imiz. 15). Mayinikelwe ngumdala. Dlala ividiyo ethi Ngaba Sowuyilungiselele Intlekele? Ukuba zikhona ezinye izikhumbuzo ezisuka kwiofisi yesebe okanye kubadala thetha ngazo nazo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 05
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 96 Nomthandazo