Meyi 9-15
1 Samuweli 30-31
Ingoma 8 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Yomelezwa NguYehova UThixo Wakho”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
1Sa 30:23, 24—Sifunda ntoni kwezi vesi? (w05 3/15 24 ¶8)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Sa 30:1-10 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Xa Ubuyela: Izinto Ezibuhlungu—1Yo 5:19. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. (th isifundo 8)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze uqalise isifundo seBhayibhile kwisifundo 01. (th isifundo 16)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Yiba Ngumhlobo KaYehova—Thandaza Nanini Na: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Ukuba kunokwenzeka, cela abantwana obakhethileyo uze ubabuze le mibuzo: Kutheni umele uthandaze kuYehova? Ngawaphi amaxesha onokuthandaza kuye ngawo? Ziintoni onokuzithetha kuye xa uthandaza?
Iimfuno Zebandla: (imiz. 10)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 03
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 95 Nomthandazo