Juni 19-25
2 KRONIKE 34–36
Ingoma 97 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ngaba Liyakunceda Ngokupheleleyo ILizwi LikaThixo?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Kr 35:20-23—Silumkiswa ngantoni kwinto eyenzeka kuKumkani uYosiya owayelungile? (w17.03 27 ¶15-17)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Kr 35:1-14 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mbonise incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze uthethe ngendawo ethi “Unokwenza Njani Ukuze Zikuncede Ezi Zifundo ZeBhayibhile?” (th isifundo 7)
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Bonisa umntu othetha naye iwebhsayithi yethu uze umnike ikhadi le-jw.org. (th isifundo 11)
Intetho: (imiz. 5) w17.09 25-26 ¶7-10—Umxholo: Sebenzisa Amandla ELizwi LikaThixo Entsimini. (th isifundo 14)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Uyayisebenzisa Na IBhayibhile Erekhodiweyo?”: (imiz. 15) Ingxubusho nevidiyo.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 48 isiqendu 5 neendawo ezithi ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 117 Nomthandazo