UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Vumela UYehova Akusebenzise
[Dlala ividiyo ethi Intshayelelo kaEzra.]
UYehova wenza uKumkani uKoreshi ukuba akhulule amaSirayeli (Ezr 1:1-3; w22.03 14 ¶1)
UYehova wabangela abantu bakhe ukuba baphinde bakhe itempile (Ezr 1:5; w17.10 26 ¶2)
Ukuba uzenza ufumaneke, uYehova angakwenza ube yiyo nantoni na ayifunayo ukuze kwenzeke ukuthanda kwakhe.