Juni 5-11
2 KRONIKE 30-31
Ingoma 87 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ukudibana Kunye Kuyasinceda”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Kr 30:20—Sifunda ntoni kwindlela uYehova awammamela ngayo uHezekiya? (w18.09 6 ¶14-15)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Kr 31:11-21 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. (th isifundo 20)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! Uze uqalise isifundo seBhayibhile kwisifundo 01. (th isifundo 18)
Intetho: (imiz. 5) w19.01 11-12 ¶13-18—Umxholo: Dumisa UYehova Ebandleni Ngokuphendula. (th isifundo 16)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Yiba Ngumhlobo KaYehova—Lungiselela Impendulo Yakho: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Ukuba kunokwenzeka, buza le mibuzo kubantwana abasebandleni: Ungalungiselela njani ukuphendula kwiintlanganiso? Kutheni sinokonwaba nangona singakhange sikhonjwe?
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 10) Dlala ividiyo kaJuni ethi Okufezwe Yintlangano.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff icandelo 3 khawutsho
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 115 Nomthandazo