UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Ukudibana Kunye Kuyasinceda
UHezekiya walungiselela ukuba kubekho iPasika enkulu eYerusalem (2Kr 30:1; it-1-E 1103 ¶2)
Abantu abaninzi baye baya kwiPasika nangona babechaswa (2Kr 30:10, 11, 13; it-1-E 1103 ¶3)
Bavuya kakhulu baza bakhuthazeka ukuba bakhonze uYehova (2Kr 30:25–31:1; it-1-E 1103 ¶4-5)
KHAWUZIBUZE, ‘Ndincedakele njani ngokuya ngokoqobo kwiintlanganiso nasezindibanweni nangona ndineengxaki?’