Meyi 1-7
2 KRONIKE 17-19
Ingoma 114 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Bajonge Abanye Ngendlela Abajonga Ngayo UYehova”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Kr 17:9—Sinokufunda ntoni kwiphulo lokufundisa elalungiselelwa nguYehoshafati? (w17.03 20 ¶10-11)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Kr 17:1-19 (th isifundo 11)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Utyelelo Lokuqala: IBhayibhile—Rom 15:4. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. (th isifundo 18)
Intetho: (imiz. 5) w21.05 17-18 ¶11-15—Umxholo: Ungaze Uphelelwe Ngumdla Xa Abantu Bengenamdla. (th isifundo 16)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Zijonge Ngendlela Akujonga Ngayo UYehova”: (imiz. 15) Ingxubusho nevidiyo.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff Isifundo 44 isiqendu 5-6 neendawo ezithi: ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 111 Nomthandazo