Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Meyi 22-28

2 KRONIKE 25-27

Meyi 22-28
  • Ingoma 80 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova Unako Ukukunika Nangaphezulu”: (imiz. 10)

  • Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • 2Kr 26:4, 5—Umzekelo kaUziya usifundisa ntoni ngokubaluleka kokuba nomzalwana okanye udade onokusinceda senze izigqibo zobulumko? (w07 12/15 10 ¶1-2)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Kr 25:1-13 (th isifundo 12)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 136

  • Ncama Nantoni Na Ukuze Ufumane Ubomi Obungunaphakade (Mar 10:29, 30): (imiz. 15.) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze le mibuzo: Isithembiso sikaYesu esikuMarko 10:29, 30 sisikhuthaza ukuba senze ntoni? UYesu wathini xa abantakwabo ekuqaleni bengazange babonise ukholo kuye? Simele sihlale sikhumbula ntoni ngabantu esizalana nabo abangamkhonziyo uYehova?

  • Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 46

  • Amazwi Okuvala (imiz. 3)

  • Ingoma 51 Nomthandazo