Meyi 29–Juni 4
2 KRONIKE 28–29
Ingoma 54 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ungamkhonza UYehova Nokuba Abazali Bakho Abamkhonzi”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Kr 29:25—Sifunda ntoni kumzekelo kaNatan ngokwamkela ukulungiswa nguYehova? (w12 2/15 24-25)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Kr 28:1-11 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 4)
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mbonise enye yezinto ezikwi-Teaching Toolbox. (th isifundo 19)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6) lff isifundo 10 isiqendu 4 (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“UYehova ‘Ngutata Wabangenatata’”: (imiz. 8) Ingxubusho nevidiyo.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 7)
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 47
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 86 Nomthandazo