Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ungamkhonza UYehova Nokuba Abazali Bakho Abamkhonzi

Ungamkhonza UYehova Nokuba Abazali Bakho Abamkhonzi

UKumkani uAhazi utata kaHezekiya wayesenza izinto ezonyanyekayo (2Kr 28:1; w16.02 10 ¶8)

Nangona utata kaHezekiya wayengumzekelo ombi, yena wakhetha ukukhonza uYehova (2Kr 29:1-3; w16.02 10 ¶9-11)

UHezekiya wakhuthaza nabanye ukuba bangavumeli ukungathembeki kootata babo kubenze bangamkhonzi uYehova (2Kr 29:4-6)

KHAWUZIBUZE, ‘Ndingabakhuthaza njani abantu abasebatsha abanabazali abangamkhonziyo uYehova?’