Meyi 15-21
2 KRONIKE 22-24
Ingoma 73 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Uyazisikelela Izinto Esizenzayo Ezibonisa Isibindi”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Kr 24:22—Sazaliseka njani isiprofeto sikaZekariya? (it-2-E 1223 ¶13)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Kr 22:1-12 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike enye yezinto esifundisa ngazo ezikwi-Teaching Toolbox. (th isifundo 1)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela, uze ummemele kwintlanganiso. (th isifundo 17)
Intetho: (imiz. 5) w10 2/15 6-8 ¶6-10—Umxholo: Umoya KaYehova Uza Kukunceda Ube Nenkalipho. (th isifundo 8)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 15)
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 45 isiqendu 4 neendawo ezithi ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza
Amazwi Okuvala (Imiz. 3)
Ingoma 37 Nomthandazo