Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Kholwani KuYehova UThixo Wenu”

“Kholwani KuYehova UThixo Wenu”

Xa uYehoshafati nabantu bakwaYuda babesengxakini, bathandaza kuYehova becela uncedo (2Kr 20:12, 13; w14 12/15 23 ¶8)

UYehova wabathuthuzela abantu bakhe waza wabanika ulwalathiso olucacileyo (2Kr 20:17)

UYehova wabasindisa abantu bakhe kuba babonisa ukholo kuye (2Kr 20:21, 22, 27; w21.11 16 ¶7)

Xa uGogi ehlasela abantu bakaYehova ngexesha lentlungu engathethekiyo, abo babonisa ukholo kuYehova nababathembayo abantu abasetyenziswa nguYehova ukuba bakhokhele, abazukuba nasizathu sokoyika.—2Kr 20:20.