Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Meyi 20-26

INDUMISO 40-41

Meyi 20-26

Ingoma 102 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Kutheni Simele Sincede Abanye?

(imz. 10)

Ukunceda abanye kusenza sonwabe (INd 41:1; w18.08 22 ¶16-18)

UYehova uyabanceda abo banceda abanye (INd 41:​2-4; w15 12/15 24 ¶7)

Sizukisa uYehova xa sinceda abanye (INd 41:13; IMi 14:31; w17.09 12 ¶17)

KHAWUZIBUZE, ‘Ngaba ukhona umntu ebandleni lam odinga ukuboniswa indlela asebenza ngayo uJW Library ukuze akwazi ukufunda okungakumbi kuye ?’

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 40:​5-10​—Umthandazo kaDavide usifundisa ukuba kubaluleke kangakanani ukwazi ukuba uYehova nguMongami? (it-2-E 16)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Qala incoko nomntu obonakala onwabile. (lmd isifundo 2 ingongoma 3)

5. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Qala incoko nomntu obonakala engonwabanga. (lmd isifundo 3 ingongoma 5)

6. Ukwenza Abafundi

(imiz. 5) lff isifundo 14 ingongoma 6. Ncokola nesifundo esikuthandabuzayo ukuphendula kwiintlanganiso, usebenzisa inqaku elithi “Dumisa UYehova Ebandleni” kwindawo ethi “Jonga Nezi Zinto”. (th isifundo 19)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 138

7. Masibenzele Izinto Ezintle Abo Bakhulileyo

(imiz. 15.) Ingxubusho.

UYehova uyawuxabisa wonke umsebenzi owenziwa ngabo bakhulileyo ebandleni, bawenza ngokuthembeka, futhi nathi siyawubaxabisa. (Heb 6:10) Kwiminyaka emininzi edlulileyo, baye basebenza nzima befundisa, beqeqesha ibe bekhuthaza abazalwana noodade. Mhlawumbi usayikhumbula indlela abakunceda ngayo nawe. Ungabonisa njani ukuba uyababulela ngezinto abaye bazenza nabaqhubeka bezenza ebandleni?

Dlala IVIDIYO ethi ‘Benzele Izinto Ezintle Abazalwana.’ Uze ubuze le mibuzo:

  • Uye wafunda ntoni uJi-Hoon kumzalwana uHo-jin Kang?

  • Yintoni oyixabisayo ngabo bakhulileyo ebandleni lakho?

  • Yintoni oyifundayo kumzekeliso womSamariya olungileyo?

  • Kutheni ucinga ukuba wenze kakuhle uJi-Hoon ngokumema umzalwana noodade xa eyokunceda umzalwana uHo-jin Kang?

Xa sicinga kakuhle ngezinto abazidingayo abo bakhulileyo ebandleni, sinokutsho sibone ukuba zininzi iindlela esinokubanceda ngazo. Xa ubona umntu okhulileyo edinga uncedo, cinga ngendlela onokumnceda ngayo.​—Yak 2:​15, 16.

Funda amaGalati 6:10. Uze ubuze lo mbuzo:

  • ‘Ungabenzela njani izinto ezintle’ abo bakhulileyo ebandleni?

8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 8 Nomthandazo