Novemba 14- 20
INTSHUMAYELI 1–6
Ingoma 66 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Konwabele Ukusebenza Kwakho Nzima”: (imiz. 10)
[Dlala ividiyo ethi Intshayelelo yeNtshumayeli.]
INt 3:12, 13—Ukonwabela umsebenzi sisipho esivela kuThixo (w15 2/1 4-6)
INt 4:6—Yiba nembono entle ngomsebenzi (w15 2/1 6 ¶3-5)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
INt 2:10, 11—Yintoni eyafunyaniswa nguSolomon ngobutyebi? (w08 4/15 22 ¶9-10)
INt 3:16, 17—Simele sibujonge njani ububi beli hlabathi? (w06 11/1 14 ¶9)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) INt 1:1-18
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp16.6 ngaphandle—Shiya ikhadi le-JW.ORG.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) wp16.6 ngaphandle—Funda isibhalo kwisixhobo se-elektroniki.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 22-23 ¶11-12—Memela umntu ezintlanganisweni.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Indlela Yokusebenzisa Incwadi Ethi Yintoni Esinokuyifunda EBhayibhileni?” (Le ncwadi ayikabikho ngesiXhosa): (imiz. 15) Ingxubusho. Emva koko, dlala ividiyo ebonisa indlela esiqhutywa ngayo isifundo kusetyenziswa iNyaniso 4 kwiphepha 115 lencwadi ethi Esinokukufunda EBhayibhileni.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 4 ¶1-6, nebhokisi ethi “Intsingiselo Yegama LikaThixo”
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 112 Nomthandazo