Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INTSHUMAYELI 1–6

Konwabele Ukusebenza Kwakho Nzima

Konwabele Ukusebenza Kwakho Nzima

UYehova ufuna siwuthande umsebenzi yaye uyasifundisa indlela yokwenza oko. Umntu unokuwuthanda umsebenzi wakhe ukuba uwujonga ngendlela efanelekileyo.

Unokuwuthanda umsebenzi xa . . .

3:13; 4:6

  • uwujonga ngendlela efanelekileyo

  • ucinga ngendlela obanceda ngayo abanye

  • ukhuthele, kodwa ukhathalela intsapho yakho kunye nonqulo lwakho emva kokuba uphumile emsebenzini