UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INTSHUMAYELI 7–12 “Khumbula . . . UMdali Wakho Ozukileyo Ngemihla Yobufana Bakho” DLALA “Khumbula . . . UMdali Wakho Ozukileyo Ngemihla Yobufana Bakho” Khumbula uMdali wakho Ozukileyo ngokumkhonza ngamandla akho ngoku usemtsha 12:1, 13 Ulutsha oluninzi lusempilweni kwaye lunamandla okwenza imisebenzi enzima Ulutsha lufanele lusebenzise ixesha namandla alo ekukhonzeni uThixo ngaphambi kokuba lwaluphale USolomon wasebenzisa izafobe ukucacisa iingxaki zokwaluphala 12:2-7 Ivesi 3: “Namanenekazi abona ngeefestile afumanise kumnyama” Amehlo anorhatyazo Ivesi 4: “Iintombi zengoma zivakala kancinane” Iindlebe zibuthuntu Ivesi 5: “Lize ligqabhuke iqunube” Akukho mdla wakutya Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele “Khumbula . . . UMdali Wakho Ozukileyo Ngemihla Yobufana Bakho” UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO “Khumbula . . . UMdali Wakho Ozukileyo Ngemihla Yobufana Bakho” IsiXhosa “Khumbula . . . UMdali Wakho Ozukileyo Ngemihla Yobufana Bakho” https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/202016410/univ/art/202016410_univ_sqr_xl.jpg