Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Lutsha—Musani Ukulibazisa Ukungena “Kumnyango Omkhulu”

Lutsha—Musani Ukulibazisa Ukungena “Kumnyango Omkhulu”

Kungalula ngathi ukucinga ukuba siya kuhlala sibatsha yaye asoze sifikelwe ‘yimihla yentlekele’ ehamba nokwaluphala kweli hlabathi likaSathana. (INt 12:1) Ukuba usemtsha, ngaba ucinga ukuba unexesha elininzi lokuba wenze izinto ezithandwa nguThixo njengokuba kwinkonzo yexesha elizeleyo?

Sonke, kuquka nabo basebatsha, ‘sehlelwa lixesha nasisihlo esingenakubonwa kwangaphambili.’ (INt 9:11) “Anikwazi oko ubomi benu buya kuba kuko ngomso.” (Yak 4:14) Ngoko ke, musani ukulibazisa ngokungeyomfuneko ukwenza okungakumbi enkonzweni. Ngenani ‘kumnyango omkhulu okhokelela emsebenzini’ ngoku usanivulekele. (1Ko 16:9) Anisoze nizisole.

Ezinye izinto eninokuzenza:

  • Kukushumayela ngolunye ulwimi

  • Kukuba nguvulindlela

  • Kukuya kwizikolo zentlangano

  • Ngumsebenzi wokwakha

  • Kukukhonza eBheteli

  • Ngumsebenzi wesiphaluka

Dwelisa Izinto Ofuna Ukuzenza.