Novemba 28–Disemba 4
INGOMA YAZO IINGOMA 1-8
Ingoma 106 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UmShulamikazi—Umzekelo Omhle Wokuxeliswa”: (imiz. 10)
[Dlala ividiyo ethi Intshayelelo YeNgoma Yazo Iingoma.]
Ngo 2:7; 3:5—UmShulamikazi wayezimisele ukulinda de afumane umntu amthanda ngokwenene (w15 1/15 31 ¶11-13)
Ngo 4:12; 8:8-10—Wazigcina enyulu kwaye ethembekile ngoxa wayelindile (w15 1/15 32 ¶14-16)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Ngo 2:1—Ziziphi iimpawu ezamenza wamhle nangakumbi umShulamikazi? (w15 1/15 31 ¶13)
Ngo 8:6—Kutheni kusithiwa uthando lokwenene ‘lidangatye likaYa’? (w15 1/15 29 ¶3; w06 11/15 20 ¶7)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Ngo 2:1-17
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) bh—Sebenzisa ividiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? ukuze uhambise incwadi. (Phawula: Sukuyidlala le vidiyo kwintetho yakho.)
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) bh—Memela eli buyelo kwiintlanganiso.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 29-31 ¶8-9
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 115
“Ulutsha Luyabuza—Ngaba Ndikulungele Ukuthandana?”: (imiz. 9) Intetho esekelwe kwinqaku elithi “Ulutsha Luyabuza—Ngaba Ndikulungele Ukuthandana?”
Ngaba Luthando Okanye Yintabatheko?: (imiz. 6) Dlala uze uxubushe ividiyo ethi Ngaba Luthando Okanye Yintabatheko?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 4 ¶16-23, nebhokisi ethi “Buyinto Yokwenene Kangakanani UBukumkani Kuwe?”
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 34 Nomthandazo